• Open Daily: 10am - 10pm
    Alley-side Pickup: 10am - 7pm

    3038 Hennepin Ave Minneapolis, MN
    612-822-4611

Open Daily: 10am - 10pm | Alley-side Pickup: 10am - 7pm
3038 Hennepin Ave Minneapolis, MN
612-822-4611
Nubian Princess Princesses Series: Inali LenKonsazana yakwaXhosa

Nubian Princess Princesses Series: Inali LenKonsazana yakwaXhosa

Paperback

Young Adult Fiction

ISBN10: 1990989896
ISBN13: 9781990989896
Publisher: Fanta
Published: Feb 27 2022
Pages: 74
Weight: 0.43
Height: 0.20 Width: 8.50 Depth: 8.50
Language: Xhosa
INubian Princess Series iwonga ulutsha lwelizwekazi leAfrika. Ibali leNkosazana yakwaXhosa lingentwazana uNozipho, okhulela phantsi kwezo ntaba zeKapa. Yena nomnakwabo bazalwa ngumama osebenza ezindlwini zabantu, nothi ke ngelishwa suke alahlwe ngumyeni. Esebenza ngokuzimisela, uNozipho wenza inguqulelo enkulu ebomini bakhe. Mhla edibana noyise kwakhona, iimeko zabo zazohluke kakhulu. Xa uNozipho ehlangana nenkosana yakhe, kufuneka yena nomnakwabo bathathe isigqibo sokuba bajongana njani noyise nabakowabo. Baza kwenza njani? Eli bali lihonjiswe kakhulu yimifanekiso kaSifiso Yalo, liya kuthandwa ngumtwana wonke, ukusukela koneminyaka emithandathu, de kufikwe kone-16 yeminyaka. Ezinye iincwadi zolu thotho, ezibhalwe kwangulo mbhali ziquka: A tale of a Zulu Princess; A tale of a Swati Princess; A tale of a Pedi Princess; A tale of a Motswana Princess; A tale of a Tsonga Princess; A tale of a Ndebele Princess, A tale of a Venda Princess; Yourouba Princess and Mandingo Princess.

Also in

Young Adult Fiction